U‐Yisaya 40:30-31
U‐Yisaya 40:30-31 XHO1902A
Abafana bocubuka badinwe, namadodana agqibele ukuwa; kanti abo bakangela KUYEHOVA bohlaziya amandla; baya kunyuka ngamapiko njengenkozi; bobaleka, bangadinwa; bohamba, bangacubuki.