U‐Hezekile 5:11
U‐Hezekile 5:11 XHO1902A
Ngako oko, ndihleli nje, itsho INKOSI e NGUYEHOVA, ngenyaniso, ngokokuba indawo yam eyingcwele uyinco̔lisile ngazo zonke izinto zako ezitiyekileyo, nangazo zonke izinto zako ezibuntshontsho, kukona nam ndiya kususa; iliso lam aliyi kuba nosizi, andiyi kuba nenceba kanjako!