Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16-17
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:16-17 XHO1902A
Zonke iziba̔lo zinikwa ngokupefumlela KUKATIXO, zinceda kanjalo ukuba kufundiswe, ukuba kohlwaywe, ukuba kulungiswe, ukuba kululekwe ebulungiseni; ukuze indoda KATIXO ibe ifezekile, ilungiselelwe yonke imisebenzi elungileyo ngokuzalisekileyo.