YouVersion Logo
Search Icon

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5 XHO1902A

YAZI kanjalo oku, okokuba emihleni yokugqibela iya kuza kubako imihla enzima. Ngokuba abantu beya kuba ngabazitandayo, abatanda imali, abazidlayo, abaqanqalazayo, abagxeki, abangevayo abazali, abangenakubulela, abangenabungcwele, abangenalutando lwokuvela, abangaxoliseki, abancetezi, abangenabunca̔tu, izibovubovu, abatiya abalungileyo, ingcatsha, injubaqa, abakukumele lir̔atshi, bengabatanda imihlali ngapezu kwokuba bangabatanda UTIXO; benaso isimilo sobubedesho, kodwa amandla abo bewakanyele: deda kubo abanjalo.

Video for Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 3:1-5