Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:15-16
Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 3:15-16 XHO1902A
kodwa UYEHOVA UTIXO mngcwaliseni ezintliziyweni zenu. Kanjalo hlalani nilungele ukunika impendulo kubo bonke abalibizayo kuni ituba letemba elipakati kwenu ngokululama nangokuhlonela: ninaso isazeliso esilungileyo; ukuze ke, kwa kuko oko banihlebayo ngako njengabenzi bokukohlakeleyo, badaniswe abo bakuxokayo ukumila kwenu okulungileyo ku‐Kristu.