Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:11-12
Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 2:11-12 XHO1902A
BATANDWA! ndiyaniyala njengabapamkukeli nabaṙanukeli, ukuba nizile inkanuko zasenyameni, ezilwayo ngakuwo umpefumlo; ninako ukumila kwenu nje pakati kwabo abaheyideni kufanelekile; ukuze ke, kwa kuko oko banihlebayo ngako njengabenzi bokukohlakeleyo, bati ngezenzo zenu ezifanelekileyo bakuzibonela badumise UTIXO emhleni wokunonelelwa kwabo.