IZILILO 1:1
IZILILO 1:1 XHO96
Awu! Kusisizungu kwisixeko ebesifudula sinenyambalala yabantu, nqwa nomhlolokazi obesakuba nodumo ezizweni. Lowo wayeyikumkanikazi yamazwana suka waba likhobokazana ngoku.