UISAYA 65:23
UISAYA 65:23 XHO96
Bona abasayi kusebenzela ilize, bengasayi kuzalela isithwakumbe; koko boba ngabantu abathamsanqelweyo nguNdikhoyo, ngokunjalo nezizukulwana zabo.