UISAYA 65:17
UISAYA 65:17 XHO96
*UNdikhoyo uthi: “Ewe, ndiza kudala amazulu amatsha, ngokunjalo nehlabathi elitsha. Ke yona indalo yamandulo iya kulityalwa ingabi sakhunjulwa.