UHLAZIYO-MNQOPHISO 5:15
UHLAZIYO-MNQOPHISO 5:15 XHO96
Kaloku khumbula ukuba nawe ubulikhoboka kwelaseJiputa, ndaza ke mna Ndikhoyo Thixo wakho ndakukhulula ngamandla obungangamsha bam. Yiyo ke le nto ndikuyalela ukuba uwubeke uMhla wokuPhumla.