KWABASEROMA 11:5-6
KWABASEROMA 11:5-6 XHO75
Ngokunjalo ke ngoko, nakweli xesha lakalokunje, kukho amasalela ngokonyulo lobabalo. Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo.