ISITYHILELO 22:20-21
ISITYHILELO 22:20-21 XHO75
Uthi lowo uzingqinayo ezi zinto, Ewe, ndiyeza kamsinya. Amen. Ewe, yiza, Nkosi Yesu. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nani nonke. Amen.