IINDUMISO 40:1-2
IINDUMISO 40:1-2 XHO75
Ndathembela, ndithembele kuYehova, Wathoba, wakuva ukuzibika kwam. Wandirhola emhadini wentshabalalo, naseludakeni lomgxobhozo, Wazimisa eliweni iinyawo zam, wakuqinisa ukunyathela kwam.