IINDUMISO 13:2
IINDUMISO 13:2 XHO75
Kunini na ndicebacebisana nomphefumlo wam, Ndinesingqala entliziyweni yam imini le? Kunini na lundiphakamele utshaba lwam?