UMATEYU 14:16-17
UMATEYU 14:16-17 XHO75
Uthe ke kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye. Bathi ke bona kuye, Asinanto apha, ingezizo izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.