YouVersion Logo
Search Icon

IEKSODUS 37:1-2

IEKSODUS 37:1-2 XHO75

UBhetsaleli wayenza ityeya ngomngampunzi. Ubude bayo baba ziikubhite• zombini ezinesiqingatha, ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, ukuphakama kwayo kwayikubhite enesiqingatha. Wayaléka ngegolide ecocekileyo ngaphakathi nangaphandle, wayithi jize ngesithsaba segolide.

Free Reading Plans and Devotionals related to IEKSODUS 37:1-2