IEKSODUS 20:2-3
IEKSODUS 20:2-3 XHO75
NdinguYehova, uThixo wakho, owakukhupha ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka. Uze ungabi nathixo bambi ngaphandle kwam.