IZENZO 3:19-20
IZENZO 3:19-20 XHO75
Guqukani ke ngoko, nibuye, ukuze zicinywe izono zenu; ngokokuze afike amathuba okuphumza, evela ebusweni beNkosi; ithùme uYesu Kristu, owayevakalisiwe kuni ngenxa engaphambili