OOKUMKANI I 18:38
OOKUMKANI I 18:38 XHO75
Wawa ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanomhlaba; namanzi abe esemseleni wawakhotha.