OOKUMKANI I 18:30
OOKUMKANI I 18:30 XHO75
Wathi uEliya ebantwini bonke, Sondelani kum apha. Basondela ke abantu bonke kuye. Wabuya wasakha isibingelelo sikaYehova esibe sidiliziwe.