1
uZekariya uZekariya 8:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
Njengoko nisuke naba sisiqalekiso ezintlangeni, ndlu kaYuda, nani ndlu kaSirayeli! ngoko ndiya kunisindisa, nibe yintsikelelo; musani ukoyika, mazomelele izandla zenu.
Compare
Explore uZekariya uZekariya 8:13
2
uZekariya uZekariya 8:16-17
Zizo ezo izinto enifanele nizenze; Elowo uxelela ummelwane wakhe inyaniso; gwebani ngenyaniso nangoxolo emasangweni enu. Makungabikho namnye kuni ucinga ububi entliziyweni yakhe ngommelwane wakhe; ningathandi izifungo zobuxoki, ngokuba zonke ezi zizinto endizithiyileyo,” utsho uYehova.
Explore uZekariya uZekariya 8:16-17
Home
Bible
Plans
Videos