1
Iindumiso Iindumiso 7:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndiya kubulela kuYehova ngenxa yobulungisa bakhe, Ndilidumise igama likaYehova oPhezukonke.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 7:17
2
Iindumiso Iindumiso 7:10
Ingweletshetshe yam ikuThixo, Umsindisi wabantliziyo zithe tye.
Explore Iindumiso Iindumiso 7:10
3
Iindumiso Iindumiso 7:11
uThixo ngumgwebi olilungisa, Uqumbele abangendawo yonke imini.
Explore Iindumiso Iindumiso 7:11
4
Iindumiso Iindumiso 7:9
Mabuphele ububi babangendawo; kodwa uqinise amalungisa, ngokuba uThixo olilungisa uyazicikida iintliziyo nezintso.
Explore Iindumiso Iindumiso 7:9
5
Iindumiso Iindumiso 7:1
(Ixilongo likaDavide, awavuma ngalo kuYehova ilizwi likaKushi umBhenjamin.) Yehova, Thixo wam, ndikholose ngawe; Ndisindise kubo bonke abandisukelayo, ndisindise
Explore Iindumiso Iindumiso 7:1
Home
Bible
Plans
Videos