1
Iindumiso Iindumiso 63:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ingoma kaDavide, oko wayesentlango yakwaYuda. Thixo, unguThixo wam; Ndiya kuquqela kuwe kwakusasa; umphefumlo wam ukungxamele, inyama yam inxanelwe ezweni elingumqwebedu, elibharhileyo, elingenamanzi
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 63:1
2
Iindumiso Iindumiso 63:3
Ngokuba inceba yakho ilungile ngaphezu kobomi, Umlomo wam uya kukudumisa.
Explore Iindumiso Iindumiso 63:3
3
Iindumiso Iindumiso 63:4
Ndiya kukubonga lo gama ndidla ubomi, Ndiphakamise izandla zam egameni lakho.
Explore Iindumiso Iindumiso 63:4
4
Iindumiso Iindumiso 63:2
ukuba ndiwabone amandla akho nobuqaqawuli bakho, njengoko ndakubonayo usendaweni engcwele.
Explore Iindumiso Iindumiso 63:2
5
Iindumiso Iindumiso 63:7-8
Ngokuba uluncedo lwam, ngenxa yoko ndidlamkile esithunzini samaphiko akho. Umphefumlo wam uyakulangazelela, isandla sakho sokunene siyandixhasa.
Explore Iindumiso Iindumiso 63:7-8
6
Iindumiso Iindumiso 63:6
Ndithi ndakukhumbula esililini sam, ndikukhumbule emlindweni wasebusuku.
Explore Iindumiso Iindumiso 63:6
Home
Bible
Plans
Videos