1
Iindumiso Iindumiso 28:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
NguYehova amandla am nengweletshetshe yam; Yakholosa ngaye intliziyo yam, ndancedwa; ke ngoko, intliziyo yam yonwabe kakhulu; ndiya kumdumisa ngengoma yam.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 28:7
2
Iindumiso Iindumiso 28:8
uYehova uligwiba labo, uyingxonde yomthanjiswa wakhe.
Explore Iindumiso Iindumiso 28:8
3
Iindumiso Iindumiso 28:6
Makabongwe uYehova, kuba elivile ilizwi lomthandazo wam.
Explore Iindumiso Iindumiso 28:6
4
Iindumiso Iindumiso 28:9
Khulula abantu bakho, lisikelele ilifa lakho; kwaye uzidlise kwaye uziphakamise ngonaphakade.
Explore Iindumiso Iindumiso 28:9
Home
Bible
Plans
Videos