1
Iindumiso Iindumiso 135:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yonke into ayithandayo uYehova uyenzile emazulwini nasemhlabeni, kuzo zonke iilwandle nemilambo yehlabathi.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 135:6
2
Iindumiso Iindumiso 135:3
Dumisani uYehova; ngokuba uYehova ulungile; Libetheleni uhadi igama lakhe; kuba kumnandi.
Explore Iindumiso Iindumiso 135:3
3
Iindumiso Iindumiso 135:13
Igama lakho, Yehova, lingunaphakade; nesikhumbuzo sakho, Yehova, kwizizukulwana ngezizukulwana.
Explore Iindumiso Iindumiso 135:13
Home
Bible
Plans
Videos