1
Iindumiso Iindumiso 109:30
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndiya kumdumisa kakhulu uYehova ngomlomo wam; ewe, ndiya kumdumisa phakathi kwezihlwele.
Compare
Explore Iindumiso Iindumiso 109:30
2
Iindumiso Iindumiso 109:26
Ndincede, Yehova, Thixo wam, ndisindise ngokwenceba yakho
Explore Iindumiso Iindumiso 109:26
3
Iindumiso Iindumiso 109:31
Kuba emi ekunene kolihlwempu, Ukuba amsindise kwabawugxekayo umphefumlo wakhe.
Explore Iindumiso Iindumiso 109:31
Home
Bible
Plans
Videos