1
uMateyu uMateyu 8:26
Contemporary Xhosa Bible 2024
Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.
Compare
Explore uMateyu uMateyu 8:26
2
uMateyu uMateyu 8:8
Waphendula umthetheli-khulu, wathi, Nkosi, andikulingene ukuba ude ungene phantsi kophahla lwam; thetha ilizwi lodwa, sophiliswa isicaka sam.
Explore uMateyu uMateyu 8:8
3
uMateyu uMateyu 8:10
Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabamlandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.
Explore uMateyu uMateyu 8:10
4
uMateyu uMateyu 8:13
Wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba; makwenzeke kuwe njengoko ukholiwe. Saphiliswa kwangelo lixa isicaka sakhe.
Explore uMateyu uMateyu 8:13
5
uMateyu uMateyu 8:27
Bamangaliswa ke abantu abo, besithi, Ngumntu mni na lo, le nto alulanyelwayo nayimimoya nalulwandle?
Explore uMateyu uMateyu 8:27
Home
Bible
Plans
Videos