1
uLuka uLuka 13:24
Contemporary Xhosa Bible 2024
Uthe ke yena kubo, Zamani ukungena ngesango elimxinwa; ngokuba ndithi kuni, baninzi abaya kufuna ukungena, bakhohlwe.
Compare
Explore uLuka uLuka 13:24
2
uLuka uLuka 13:11-12
Kwabonakala kukho ntokazi ibinomoya Wobulwelwe iminyaka elishumi elinesibhozo; yaye igobile, ingenako kanye ukuziphakamisa. Eyibonile ke uYesu, wayibiza wathi kuyo, Ntokazindini, khululeka ebulwelweni bakho.
Explore uLuka uLuka 13:11-12
3
uLuka uLuka 13:13
Wayibeka ke izandla; yoluka kwangoko, yazukisa uThixo.
Explore uLuka uLuka 13:13
4
uLuka uLuka 13:30
Yabonani, bakho abokugqibela abaya kuba ngabokuqala; bakho nabokuqala abaya kuba ngabokugqibela.
Explore uLuka uLuka 13:30
5
uLuka uLuka 13:25
Xa athe wavuka umninindlu, waluvala ucango, naza naqala ukuma ngaphandle, nankqonkqoza elucangweni, nisithi, Nkosi, Nkosi, sivulele; Aphendule athi kuni, Andinazi apho nivela khona
Explore uLuka uLuka 13:25
6
uLuka uLuka 13:5
Ndithi kuni, Hayi; nothi, xa sukuba ningaguquki, nitshabalale kwangokunjalo nonke.
Explore uLuka uLuka 13:5
7
uLuka uLuka 13:27
Athi, Ndithi kuni, andinazi apho nivela khona; mkani kum, nina nonke basebenzi bobutshinga.
Explore uLuka uLuka 13:27
8
uLuka uLuka 13:18-19
Wayesithi ke, Bufana nantoni na ubukumkani bukaThixo? ndiya kulifanisa nantoni na? Bunjengokhozo lwemostade, awaluthabathayo umntu, waluphosa emyezweni wakhe; yahluma, yaba ngumthi omkhulu; zathi iintaka zezulu zahlala emasebeni awo.
Explore uLuka uLuka 13:18-19
Home
Bible
Plans
Videos