1
uYobhi uYobhi 34:21
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokuba amehlo akhe ondele iindlela zomntu, Uyazibona zonke iindlela zakhe.
Compare
Explore uYobhi uYobhi 34:21
2
uYobhi uYobhi 34:32
Endingakuboniyo, nguwe ondifundisayo; Ukuba ndenze ububi, andiyi kuphinda?
Explore uYobhi uYobhi 34:32
3
uYobhi uYobhi 34:10-11
Ngako oko, nina madoda okuqonda, ndiphulaphuleni; Kukude kuThixo ukuba wenze ububi; nokukaSomandla ukwenza ububi. Uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe, Elowo nalowo ngokwendlela yakhe.
Explore uYobhi uYobhi 34:10-11
Home
Bible
Plans
Videos