1
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kananjalo, ngokuvunyiweyo, inkulu imfihlelo yona leyo yokuhlonela uThixo: wabonakalaliswa esenyameni, wagwetyelwa esemoyeni, wabonakala kwizithunywa zezulu, wavakaliswa phakathi kweentlanga, kwakholwa kuye ehlabathini, wenyuswa waba sebuqaqawulini.
Compare
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:16
2
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:2
Umveleli ngoko umelwe kukuthi abe ngongenakukhalazelwa, eyindoda yamfazi mnye, eyingcathu, enesidima, ezibekile, ebuka iindwendwe, enokufundisa
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:2
3
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:4
eyongamele kakuhle eyakhe indlu, abantwana bakhe bemthobele, benokundileka konke.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:4
4
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:12-13
Abalungiseleli mababe ngamadoda abafazi ngabanye, besongamela kakuhle abantwana nezindlu ezizezabo. Kuba abo balungiselela kakuhle bazizuzela isimo esihle, nokungafihlisi okukhulu ekukholweni kuKristu Yesu.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 3:12-13
Home
Bible
Plans
Videos