1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:20
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kaloku ubukumkani bukaThixo abusekuthetheni, busemandleni.
Compare
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:20
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:5
Ngoko ke, musani ukugweba nto phambi kwelona xesha, ide ifike iNkosi, eya kuthi izikhanyise nokuzikhanyisa izinto ezifihlakeleyo zobumnyama, iwabonakalalise amacebo entliziyo; andule ke ulowo nalowo abe nodumo oluvela kuThixo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:5
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:2
Ke kaloku ke, kufuneka kuwo amagosa, ukuba ulowo kuwo afumaneke ethembekile.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:2
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:1
Makenjenjalo ke umntu ukucinga ngathi, athi singabakhonzi bakaKristu, athi singamagosa eemfihlelo zikaThixo.
Explore KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 4:1
Home
Bible
Plans
Videos