1
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:4-7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa okuya kwabonakalayo ububele bomsindisi wetu UTIXO notando lwake ngasebantwini, bekungengemisebenzi yobulungisa esayenzayo tina, bekungokwetaṙu lake wasisindisayo, ngako ukuhlamba kwokuzalwa‐kutsha nokuhlaziya KWOMOYA OYINGCWELE; ate wamgalela pezu kwetu ngobuninzi ngaye u‐Yesu Kristu umsindisi wetu; ukuze ke, sigwetyelwe nje ngofefe lwake, sibe zindlalifa ngokwetemba lobomi obungunapakade.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:4-7
2
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2
BAKUMBUZE ukuba balulamele kwabanobukosi nakwabanegunya, babe nokupulapula, babe belungele yonke imisebenzi elungileyo, bangagxeki mntu, bangabi ngabangxoli, babe nokutamba, bebonakalisa ululamo lwonke ngakubo bonke abantu.
Explore Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:1-2
3
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:9
Kodwa imibuzo ebudenge, neziba̔lelwa zokuzalwa, namapike, nezipikisano ngawo umteto, zinxweme; ngokuba zingenakunceda, zingendawo kanjalo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:9
4
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:10
Umntu ongumahlukanisi, yiti emveni kwesesinye nesesibini isiluleko, umale
Explore Incwadi ka‐Paulusi ku‐Titusi 3:10
Home
Bible
Plans
Videos