1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
lokokuba, xeshekweni uti uxele ngomlomo wako INKOSI u‐Yesu, ukolwe entliziyweni yako ukuba UTIXO wamvusa kwabafileyo, uya kusindiswa.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:9
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:10
Ngokuba ngentliziyo kukolwa kube bubulungisa, nangomlomo kuxelwa kube lusindiswa.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:10
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:17
Kukona ukolo luvela ngokuva, nokuva ngalo ilizwi LIKATIXO.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:17
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13
Ngokuba isiba̔lo sisiti: Osukuba ekolwa kuye akayi kudaniswa. Ngokuba kungeko ukwahluka pakati kwom‐Juda nom‐Girike; ngokuba ikwa nye INKOSI yabo bonke, ibutyebi ngakubo bonke ababizayo kuyo: ngokuba bonke abasukuba bebiza egameni LIKAYEHOVA beya kusindiswa.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:11-13
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:15
Kanjako boti nina ukushumayela, xeshekweni bangatunywayo? njengokuba kuba̔liwe ukuti: Hai ukuba ntle kwazo inyawo zabo abashumayelayo indaba ezimnandi zoxolo, abashumayelayo indaba ezimnandi zezinto ezilungileyo!
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:15
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:14
Pofu boti nina ukubiza kulowo bangakolwanga kuye? boti nina nokukolwa kulowo abangamvanga? boti nina nokuva bengenamshumayeli?
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:14
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:4
Ngokuba u‐Kristu esisipelo somteto bube bubulungisa kubo bonke abakolwayo.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 10:4
Home
Bible
Plans
Videos