1
Amaculo 94:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ebuninzini bezicingo zam ngapakati kwam, izonwabiso zako ziyayolisa umpefumlo wam.
Compare
Explore Amaculo 94:19
2
Amaculo 94:18
Ndindakuti: Unyawo lwam luyatyibilika; ububele bako, YEHOVA! bandixasa.
Explore Amaculo 94:18
3
Amaculo 94:22
Kodwa UYEHOVA uyinyango yam; NOTIXO wam ulilityekazi lokupepela kwam.
Explore Amaculo 94:22
4
Amaculo 94:12
Hai itamsanqa lalomntu umlulekayo, YEHOVA! nomfundisayo ngomteto wako
Explore Amaculo 94:12
5
Amaculo 94:17
Ukuba UYEHOVA ebengeluncedo kum, umpefumlo wam unge uhle wahlala ekutini cwaka.
Explore Amaculo 94:17
6
Amaculo 94:14
Ngokuba UYEHOVA engayi kulahla abantu bake, nelifa lake akayi kulishiya.
Explore Amaculo 94:14
Home
Bible
Plans
Videos