1
Amaculo 37:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ziyolise nokuziyolisa KUYEHOVA; wokunika izicelo zentliziyo yako.
Compare
Explore Amaculo 37:4
2
Amaculo 37:5
Qengqela pezu KWOYEHOVA indlela yako; tembela kuye nokutemba, kwakuya kwenziwa nguye.
Explore Amaculo 37:5
3
Amaculo 37:7
Yiti cwaka pambi KWOYEHOVA, uhlale ulinda yena. Ungaziqumbisi ngenxa yonokutamsanqeleka endleleni yake, ngenxa yomntu owafezayo amaqinga akohlakeleyo.
Explore Amaculo 37:7
4
Amaculo 37:3
Tembela KUYEHOVA, wenze okulungileyo; yima umhlaba, udle ngokukolwa.
Explore Amaculo 37:3
5
Amaculo 37:23-24
Amanyatela omntu olungileyo ayaqiniswa NGUYEHOVA; uyatanda indlela yake. Nakuba esiwa, akayi kuwiswa kupele; ngokuba UYEHOVA esekela ngesandla sake.
Explore Amaculo 37:23-24
6
Amaculo 37:6
Wovelisa ubulungisa bako njengokukanya, nokugwetyelwa kwako njengemini enkulu.
Explore Amaculo 37:6
7
Amaculo 37:8
Yeka ingqumbo, ushiye umsindo; ungaziqumbisi, kukwenza okungalungileyo kupela.
Explore Amaculo 37:8
8
Amaculo 37:25
Ndibe ndimtsha, kaloku sendimdala; kodwa andizanga ndibone olungileyo eshiyiwe, nenzalo yake ifuna ukutya.
Explore Amaculo 37:25
9
Amaculo 37:1
UNGAZIQUMBISI ngenxa yabo bakwenza okungalungileyo; ungabi namona ngakubo abenzi bobumenemene.
Explore Amaculo 37:1
Home
Bible
Plans
Videos