1
Amaculo 31:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kalipani, waeya kwomeleza intliziyo yenu, nonke nina nitembela KUYEHOVA!
Compare
Explore Amaculo 31:24
2
Amaculo 31:15
Amaxesha am asesandleni sako; ndikulule esandleni sentshaba zam, nakwabo banditshutshisayo.
Explore Amaculo 31:15
3
Amaculo 31:19
Hai ubukulu bobubele bako! obo ububekelele abakwoyikayo, obo ubenzele abo batemba kuwe pambi kwonyana boluntu.
Explore Amaculo 31:19
4
Amaculo 31:14
Kodwa ndatembela kuwe, YEHOVA! ndati: UNGUTIXO wam wena.
Explore Amaculo 31:14
5
Amaculo 31:3
Ngokuba uliliwa lam nenqaba yam; zuti ngoko, ngenxa yegama lako, undikape, undikokele.
Explore Amaculo 31:3
6
Amaculo 31:5
Ndiyabekela esandleni sako umoya wam: undikulule, YEHOVA, TIXO wenyaniso!
Explore Amaculo 31:5
7
Amaculo 31:23
Tandani UYEHOVA, nonke nina bangcwele bake! UYEHOVA elondoloza abanyanisayo nje, epindezela ngokukolisekileyo kowenza nger̔atshi.
Explore Amaculo 31:23
8
Amaculo 31:1
YEHOVA! nditembile kuwe; mandingezi ndidaniswe: ndikulule ngobulungisa bako.
Explore Amaculo 31:1
Home
Bible
Plans
Videos