1
Imizekeliso 20:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ungatsho ukuti: Ndiya kupindezela ububi; kangela KUYEHOVA, wokusiza yena.
Compare
Explore Imizekeliso 20:22
2
Imizekeliso 20:24
Amanyatela omntu angaye UYEHOVA; angati nina ke umntu ukuqonda indlela yake?
Explore Imizekeliso 20:24
3
Imizekeliso 20:27
Umpefumlo womntu usisibane SIKAYEHOVA, esipengulula zonke indawo zapakati zombilini.
Explore Imizekeliso 20:27
4
Imizekeliso 20:5
Icebo entliziyweni yomntu lingamanzi anzulu; kodwa umntu wokuqonda wolir̔ola.
Explore Imizekeliso 20:5
5
Imizekeliso 20:19
Ohambahamba ehleba, uyatyila amahlebo; ngako ungakolani nalowo uhendayo ngomlomo wake.
Explore Imizekeliso 20:19
6
Imizekeliso 20:3
Ukuyeka ipike bubungewalisa emntwini; kodwa onke amahilihili oba shushu kulo.
Explore Imizekeliso 20:3
7
Imizekeliso 20:7
Olungileyo uyahamba ngenene yake; banetamsanqa ke abantwana bake emva kwake.
Explore Imizekeliso 20:7
Home
Bible
Plans
Videos