1
U‐Mika 5:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nawe, Beteleheme Eferata! umncinane ukuba pakati kwamawaka akwa‐Sirayeli; kodwa kuwe kwopumela kum ukuba ngumpati kwa‐Sirayeli, ozipumo zake zibe zikudala, emihleni yonapakade.
Compare
Explore U‐Mika 5:2
2
U‐Mika 5:4
Waeya kuma ke, aluse ngamandla KAYEHOVA, ngobukulu begama LIKAYEHOVA, UTIXO wake: babeya kuhlala; ngokuba kaloku eya kuba mkulu kude kube sezincameni zomhlaba.
Explore U‐Mika 5:4
Home
Bible
Plans
Videos