1
Incwadi ka‐Yakobi 5:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Xelelanani iziposo zenu, nitandazelane, ukuze nipiliswe: sinamandla kakulu isikungo solungileyo ekusebenzeni kwaso
Compare
Explore Incwadi ka‐Yakobi 5:16
2
Incwadi ka‐Yakobi 5:13
Kuko na obuvayo ubunzima pakati kwenu? makatandaze. Kuko na ocwayitileyo? makavume amaculo.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 5:13
3
Incwadi ka‐Yakobi 5:15
wauya kuti umtandazo wokolo umsindise lowo ufayo, iti ke INKOSI impakamise; nokuba wenzile izono, uya kuxolelwa.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 5:15
4
Incwadi ka‐Yakobi 5:14
Kuko na ofayo pakati kwenu? makabizele abadala beṙemente; mabatandaze bona pezu kwake, bemtambisile ngeoli egameni LENKOSI
Explore Incwadi ka‐Yakobi 5:14
5
Incwadi ka‐Yakobi 5:20
makaqonde ukuba lowo uguqulayo umoni elulahlekweni lwendlela yake, uya kusindisa umpefumlo ekufeni, agubungele isininzi sezono.
Explore Incwadi ka‐Yakobi 5:20
Home
Bible
Plans
Videos