1
U‐Yisaya 29:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako iti INKOSI: Ngenxa yokuba ababantu bayasondela ngomlomo wabo, bandidumise ngenteto yabo, kanti intliziyo yabo bayikwelelisile kude kum, nokundoyika kwabo kufundisiwe ngomyalelo wabantu
Compare
Explore U‐Yisaya 29:13
2
U‐Yisaya 29:16
Hai ubugwenxa benu! Kanene umbumbi uya kubalwa njengodongwe na? into eyenziweyo iya kutsho na ngomenzi wayo ukuti: Akandenzanga? nento edaliweyo iya kutsho na ngomdali wayo ukuti: Akanakuqonda?
Explore U‐Yisaya 29:16
Home
Bible
Plans
Videos