1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjalo ukuba ningonyana, wati UTIXO watumela ezintliziywenu zenu UMOYA wonyana wake, ebiza ukuti: Aba, Bawo! Kwa njalo ke akusabi likonza, ungunyana; nokuba ungunyana, uyindlalifa KATIXO ngaye u‐Kristu kanjako.
Compare
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:4-5
kodwa okuya ukuzaliseka kwexesha bekufikile, wati UTIXO watuma unyana wake, ezelwe ngomfazi, ezelwe ngapantsi kwomteto, ukuze abo babengapantsi kwomteto abakulule, ukuze sibamkele ubunyana.
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:4-5
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:9
Kodwa kaloku, nakuba nimazile UTIXO, ewe pezu kwoku nakuba naziwe NGUTIXO, yinina ukuba nibuya niguqukele kwezoziqalelo ezibutataka ezibuhlwempu, enifuna ukuzikonza kanjako ngokutsha?
Explore Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:9
Home
Bible
Plans
Videos