1
I‐Duteronomi 18:10-11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Akuyi kufunyanwa pakati kwenu odlulisayo unyana wake, umhlaumbi intombi yake, emlilweni, noyincibi yokulaula, nowenza ngobugqi, notakatayo, nosisanuse, nowenza ngokunyanga, nocebisana nomshologu, nolitola, nobuzayo kubafileyo.
Compare
Explore I‐Duteronomi 18:10-11
2
I‐Duteronomi 18:12
Ngokuba beyintshontsho KUYEHOVA bonke abakwenje njalo: kungenxa yezizinto ezibuntshontsho UYEHOVA, UTIXO wako, abagqogqayo pambi kwenu.
Explore I‐Duteronomi 18:12
3
I‐Duteronomi 18:22
Okuya aya kuteta lomprofite egameni LIKAYEHOVA, landule lingabiko ilizwi, lingezi nokuza, lelo ilizwi UYEHOVA angalitetanga; wateta lona nger̔atshi umprofite lowo: aniyi kwoyika ngenxa yake.
Explore I‐Duteronomi 18:22
4
I‐Duteronomi 18:13
Wofezeka ukulunga ngakuye UYEHOVA, UTIXO wako.
Explore I‐Duteronomi 18:13
Home
Bible
Plans
Videos