1
U‐Danyeli 1:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa u‐Danyeli wabeka entliziyweni yake ukuba angazinco̔lisi ngokutya okumnandi kwokumkani, nangeveyine yokusela kwake; ngako wacela enkosini yabatenwa ukuba angazinco̔lisi.
Compare
Explore U‐Danyeli 1:8
2
U‐Danyeli 1:17
Kekaloku lamadodana omane UTIXO wawanika ukwazi nokuqonda kulo lwonke ufundo nobulumko; no‐Danyeli wamqondisa yonke imiboniso namapupa.
Explore U‐Danyeli 1:17
3
U‐Danyeli 1:9
Waye UTIXO emnikile u‐Danyeli ufefe nobubele ebusweni benkosi yabatenwa.
Explore U‐Danyeli 1:9
4
U‐Danyeli 1:20
Nendawo zonke zobulumko nengqondo, owababuza ngazo ukumkani, wabafumana belumkile ngamanani alishumi pezu kwazo zonke incibi nabanyangi abasebukumkanini bake bonke.
Explore U‐Danyeli 1:20
Home
Bible
Plans
Videos