1
Izenzo zabapostile 22:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nakaloku ulibala nganina? suka, ubapitizeshwe, uhlanzwe ezonweni zako, ubiza egameni LENKOSI.
Compare
Explore Izenzo zabapostile 22:16
2
Izenzo zabapostile 22:14
Waza wati yena: UTIXO wobawo betu wamisela wena pambili ukuyazi intando yake, nokumbona olungileyo, nokuliva ilizwi livela emlonyeni wake
Explore Izenzo zabapostile 22:14
3
Izenzo zabapostile 22:15
ngokuba uya kuba linqi̔na lake kubo bonke abantu, ngezozinto uzibonileyo nozivileyo.
Explore Izenzo zabapostile 22:15
Home
Bible
Plans
Videos