1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
nxa singagqali izinto ezibonwayo, koko sigqala izinto ezingabonwayo; ngokuba izinto ezibonwayo zezomzuzu kodwa, kanti izinto ezingabonwayo zingunapakade.
Compare
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:18
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17
Ngako oku asinakudinwa; koko nakuba umntu wetu wapandle ebuba, owapakati noko uyahlaziywa ngemihla ngemihla. Ngokuba ubandezelo lwetu olulula olukoyo kodwa, lusenzela tina ngento egqitisileyo kakulu ngakumbi ubungcwalisa obunzima obungunapakade
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:16-17
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:8-9
sibandezelwa ngamacala onke nje, singaxingekile noko; sixakekile nje, singancami noko; sitshutshiswa nje, singashiywa noko; sikahlelwe pantsi nje, singabujiswa noko
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:8-9
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:7
Kodwa sinayo indyebo le ezimpahleni zodongwe, ukuze ubungangamsha bamandla bube bo BUKATIXO, bungabi bobakuti ke
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:7
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:4
ekukubo utixo welilizwe likoyo umfamekisile ingqondo zabangakolwayo, ukuze kungakazimli pezu kwabo ukukanyisa kwevangeli yobungcwalisa buka‐Kristu, ongumfanekiso KATIXO.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:4
6
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:6
Ngokokuba NGUTIXO, owaxela ukuba ukukanya kukanye kupuma ebumnyameni, owakanyayo ezintliziyweni zetu kuze kube kukukanyisa kwokwaziwa kwobungcwalisa BUKATIXO ebusweni buka‐Yesu Kristu.
Explore Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:6
Home
Bible
Plans
Videos