1
EYASENTLANGO 6:24-26
IBHAYIBHILE
“Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo, akulondoloze. Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo, usixhamle isisa sakhe. Wanga angakwazelelela uNdikhoyo, akwambathise uxolo.”
Compare
Explore EYASENTLANGO 6:24-26
2
EYASENTLANGO 6:27
Waza wathi ke uNdikhoyo: “Ukuba babiza igama lam bethamsanqela abantu bam amaSirayeli, nam ndiya kubathamsanqela.”
Explore EYASENTLANGO 6:27
3
EYASENTLANGO 6:23
makayalele uAron noonyana bakhe ukuba bathamsanqele amaSirayeli benjenje
Explore EYASENTLANGO 6:23
Home
Bible
Plans
Videos