1
EYASENTLANGO 12:8
IBHAYIBHILE
Ngoko ke yena ndithetha naye ubuso ngobuso, hayi ngezangotshe. Ewe, mna ngokwam ndiyazibonakalisa kuye. Hee! Ngani ke ukuba ningoyiki ukuthetha kakubi ngesicaka sam uMosis?”
Compare
Explore EYASENTLANGO 12:8
2
EYASENTLANGO 12:3
Lo mfo unguMosis ke wayelilulama, kungekho mntu ufika kuye ngokuthoba ehlabathini liphela.)
Explore EYASENTLANGO 12:3
3
EYASENTLANGO 12:6
uNdikhoyo wathi: “Phulaphulan' apha! *Kumshumayeli onokubakho phakathi kwenu ndizibonakalisa ngemibono, ndithethe naye ngamaphupha.
Explore EYASENTLANGO 12:6
4
EYASENTLANGO 12:7
Akunjalo ke kodwa kwisicaka sam uMosis; yena lithenjwa kwindlu yam iphela.
Explore EYASENTLANGO 12:7
Home
Bible
Plans
Videos