1
ULUKA 15:20
IBHAYIBHILE
Yesuka ke, yaya kuyise. “Ke kaloku kwathi, isekude lee, uyise wayibona, wavelana nayo, wayikhawulela, wayigona, wayanga.
Compare
Explore ULUKA 15:20
2
ULUKA 15:24
kuba lo nyana wam ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa.’ Baza ke bona bachwayita.
Explore ULUKA 15:24
3
ULUKA 15:7
Ndiyanixelela ukuba ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo ezulwini nangomoni omnye oguqukayo kunamashumi alithoba anethoba lamalungisa angaswelanga nguquko.”
Explore ULUKA 15:7
4
ULUKA 15:18
Ndiya kusuka ndiye kubawo, ndithi kuye: Bawo, ndimonile uThixo, nawe ndikonile.
Explore ULUKA 15:18
5
ULUKA 15:21
Ke unyana wathi kuye: ‘Bawo, ndimonile uThixo, nawe ndikonile. Andisafanelanga nokuba kuthiwe ndingunyana wakho.’
Explore ULUKA 15:21
6
ULUKA 15:4
“Nguwuphi na kuni onokuthi enekhulu leegusha, kuze kulahleke enye kuzo, angazishiyi endle ezo zimashumi alithoba anethoba, aye kufuna leyo ilahlekileyo, ade ayifumane?
Explore ULUKA 15:4
Home
Bible
Plans
Videos