1
UISAYA 19:25
IBHAYIBHILE
Kaloku uNdikhoyo uSomandla-onke uya kuzithamsanqela, athi: “Nithamsanqelekile, bantu bam maJiputa! Nani msebenzi wezandla zam, ma-Asiriya, ndiyanithamsanqela! Nditsho nakuni, lifa lam elingamaSirayeli, ndithi nisikelelekile!”
Compare
Explore UISAYA 19:25
2
UISAYA 19:20
Ezo zinto ke ziya kuba yimiqondiso yobukho bukaNdikhoyo uSomandla-onke apho eJiputa. Bothi ke abantu bakhona, xa bephantsi kwengcinezelo baze bakhale kuNdikhoyo, yena abathumele umhlanguli nomkhuseli wokubasindisa.
Explore UISAYA 19:20
3
UISAYA 19:1
Nalu udaba olundilisekileyo olumalunga neJiputa: Nank' *uNdikhoyo esiza eJiputa; uza etshebeleza ngelifukazi. *Oothixo abanqulwa apho batsho bankwantya, namaJiputa ngokwawo atsho anengevane.
Explore UISAYA 19:1
4
UISAYA 19:19
Ngelo thuba ke eJiputa kuya kubakho iqonga likaNdikhoyo, kananjalo kubekho nentsika yelitye enikezelwe kuye phaya emdeni weJiputa.
Explore UISAYA 19:19
Home
Bible
Plans
Videos