1
EYEZIQALO 16:13
IBHAYIBHILE
UHagare wathi khumnqa, wathi ke ukumbiza loo Ndikhoyo ambonileyo nguThixo obonayo, kuba esithi: “Ngoku ndimbonile ondibonayo.”
Compare
Explore EYEZIQALO 16:13
2
EYEZIQALO 16:11
Isithunywa sikaNdikhoyo saqokela sathi: “Ukhulelwe nje uza kuzala inkwenkwe. Uze uthi nguIshmayeli igama layo, kuba kaloku uNdikhoyo uyivile intlungu yakho.
Explore EYEZIQALO 16:11
3
EYEZIQALO 16:12
Kodwa yena unyana wakho uya kuziphatha okweqwarha; uya kuchasa wonke ubani, angafunwa ngumntu wonke naye. Uya kuhlala elikheswa phakathi kwabantu bakowabo.”
Explore EYEZIQALO 16:12
Home
Bible
Plans
Videos